1 Peter 2:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ke senibeka nxamnye nje lwonke ulunya, nayo yonke inkohliso, nobuhanahaniso, nomona, nako konke ukuhleba,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko, nilulahlile nje lonke ulunya, nayo yonke inkohliso, nokuhanahanisa, nomona, nako konke ukuthetha okubi, walangazeleleni,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko ndithi, nibulahle ke bonke ububi, nalo lonke ulunya, nokuhanahanisa, nomona, nazo zonke izinyeliso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke yahlukanani nazo zonke ezi zinto: uchuku, inkohliso, ukuzenzisa, nomona, nako konke ukuphixanisa!