1 Peter 2:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba injalo intando katixo, ukuba niti ngokwenza okulungileyo nikuti cwaka ukungazi kwabantu abazizidenge:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ukuthanda kukaThixo kukuba nithi, ngokwenza okulungileyo, nibethe ithi cwaka intswela-kwazi yabantu abaziintsweli-kuqonda;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ukuthanda kukaThixo kukuba nithi, ngokwenza okulungileyo, nibethe ithi cwaka intswela-kwazi yabantu abaziintsweli-kuqonda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo ufuna ukuba nithi ngenxa yezimilo ezihle nibatsho basikwe umlomo abo bangaqondiyo, ndawonye nezibhanxa.