1 Peter 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bekani abantu bonke. Tandani ubuzalwana. Yoyikani utixo. Bekani ukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bekani abantu bonke. Thandani isizalwana. UThixo moyikeni.Ukumkani mbekeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bekani bonke abantu. Thandani abazalwana. Yoyika uThixo. Beka ukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hloniphani wonke umntu; wathandeni amakholwa, nimoyike uThixo, nimthobele osemagunyeni.