1 Peter 2:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oku kuyinto enokubukwa, ukuba umntu ngenxa yokwazela utixo uyazinyamezela intsizi, niziva nje ngokupatwa ngokungalungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba oku kuyabuleleka, ukuba umntu uthwala iintsizi, ngenxa yokumazi uThixo, eve ubunzima esoniwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba oku kuyabuleleka, ukuba umntu uthwala iintsizi, ngenxa yokumazi uThixo, eve ubunzima esoniwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo uyamthamsanqelisa umntu onyamezela ingcinezelo engonanga, kuba elangazelela okuthandwa nguThixo.