1 Peter 2:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nibizelwe kwa oku: kuba no‐Kristu esivele tina intlungu, esishiyela umlinganiso, ukuze nilandele emikondweni yake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nabizelwa oko; ngokuba noKristu weva ubunzima ngenxa yethu, esishiya nomzekelo, ukuze silandele emkhondweni wakhe:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nabizelwa oko; ngokuba noKristu weva ubunzima ngenxa yethu, esishiya nomzekelo, ukuze silandele emkhondweni wakhe:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kakade nabizelwa loo nto; kaloku uKrestu waphatheka kabuhlungu ngenxa yenu, waza ngaloo ndlela wanishiya nomzekelo, ukuze nina nihambe ekhondweni lakhe.