1 Peter 3:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokunjalo, nina bafazi! lulamelani kwawenu amadoda; ukuze ke, ukuba kuko angalivayo ilizwi, azuzwe ngokumila kwabafazi bawo kungeko ukuteta;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokunjalo, nina bafazi, wathobeleni awenu amadoda, ukuze kuthi, nokuba kukho kuwo angalivayo ilizwi, athi ngehambo yabafazi, lingekho ilizwi, azuzeke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokunjalo, nina bafazi, wathobeleni awenu amadoda; ukuze kuthi, nokuba kukho kuwo angalivayo ilizwi, athi ngehambo yabafazi, lingekho ilizwi, azuzeke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokukwanjalo ke amakhosikazi makawalulamele amadoda awo. Amanye amadoda angekakholwa, xa ebona ukuziphatha kakuhle kwamakhosikazi, angazibhaqa selekholwa engakhange awuvule umlomo wona amakhosikazi.