1 Peter 3:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba onxamela ukutanda ubomi, nokubona imihla elungileyo, makapezise ulwimi lwake kokukohlakeleyo, nomlomo wake ukuba ungateti inkohliso:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba Lowo unga angathanda ubomi, Ayibone imihla elungileyo, Makaluphezise ulwimi lwakhe ebubini, Nomlomo wakhe ungathethi inkohliso;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba Lowo unga angathanda ubomi, Ayibone imihla elungileyo, Makaluphezise ulwimi lwakhe ebubini, Nomlomo wakhe ungathethi nkohliso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nanjengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi: “Lowo unga angabudla ubomi abe nenkqubela makazilumle ekuthetheni kakubi, ayeke ukuthetha ubuxoki.