1 Peter 3:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuba amehlo kayehova epezu kwabalungisayo, nendlebe zake zi bek elwa ukukunga kwabo: kodwa ubuso bukayehova bungakubo abakwenzayo okukohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba amehlo eNkosi aphezu kwamalungisa, Neendlebe zayo zisingisele esikhungweni sawo; Ke ubuso beNkosi buphezu kwabenza okubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba amehlo eNkosi aphezu kwamalungisa, neendlebe zayo zisingisele esikhungweni sawo; ke ubuso beNkosi buphezu kwabenza okubi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iNkosi iyawajonga amalungisa, iyiphulaphule imithandazo yawo. Kodwa iyabafulathela abenzi bobubi.”