1 Peter 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ningapindezeli ngobubi ngenxa yobubi, umhlaumbi ngokutuka ngenxa yokutuka; kodwa ngelinye icala nitamsanqelisa; nisazi nje ukuba nabizelwa kwa oku, ukuze nizuze itamsanqa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ningabuyekezi ububi ngobubi, nokutshabhisa ngokutshabhisa;kanye ke sikelelani, nisazi ukuba nabizelwa oku, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ningabuyekezi ububi ngobubi, nokutshabhisa ngokutshabhisa; nisazi nje ukuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningakhuphani zixhiba, nigwexane. Ndaweni yaloo nto thethani ngobulali. Eyona nto nibizelwe yona yeyokuba nifumane ilifa leentsikelelo,