1 Peter 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ekubeni u‐Kristu wasivelayo tina intlungu enyameni, nani zixo̔beni ngayo inkumbulo ekwa yiyo; ngokuba ovileyo intlungu enyameni enqamkile kwisono;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubeni ngoko uKristu eve ubunzima ngenxa yethu esenyameni, xhobani nani kwaloo ngcingane; ngokuba lowo uve ubunzima esenyameni, ukhunyulwe ekoneni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubeni ngoko uKristu eve ubunzima ngenxa yethu esenyameni, xhobani nani kwaloo ngcingane; ngokuba lowo uve ubunzima esenyameni, ukhunyulwe ekoneni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko noKrestu wamelanayo nale ntlupheko yalo mhlaba, ngokunjalo ke nani zimiseleni, nifuze yena. Kaloku umntu ocikidiweyo yintlupheko uyalumleka esonweni,