1 Peter 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mabati bonke ngabanye, njengokuba besamkele isipiwo, bakonzane kwa ngaso, njengamagosa alungileyo ofefe olupindapindiweyo lukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithini elowo, njengoko wasamkelayo isipho sokubabalwa, nilungiselelane ngaso, njengamagosa amahle obabalo ngobabalo lukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko wonke umntu wasamkelayo isiphiwo eso, khonzanani ngaso, njengamagosa amahle obabalo lukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu onikwe isiphiwo esithile nguThixo makasisebenzise ekuncedeni abanye, njengegosa lokwaba isisa sikaThixo esintlobo-ntlobo.