1 Peter 4:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
niti, njengoko ninobudlelana nazo intlungu zika‐Kristu ngako, nivuye; ukuze kanjalo ekutyilweni kwobungcwalisa bake nivuye ngokugcoba kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithini, njengoko ningamadlelane ngeentlungu zikaKristu, nivuye; ukuze, nasekutyhilekeni kobuqaqawuli bakhe, nivuye nigcoba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yithini, njengoko ningamadlelane ngeentlungu zikaKristu, nivuye; ukuze, nasekutyhilekeni kobuqaqawuli bakhe, nivuye nigcoba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaweni yaloo nto vuyani kuba nani ninenxaxheba kwingcinezelo kaKrestu; nto leyo iya kunenza nichulumache ngakumbi ngomhla wokubonakala kobungangamsha bakhe.