1 Peter 4:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko makungabiko mntu wakuni ovayo intlungu njengokuba engumbulali, mhlaimbi elisela, mhlaimbi engumenzi wokukohlakeleyo, mhlaimbi engozifaka emicimbini yabanye abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makungabikho ke bani kuni uva ubunzima ngokombulali, nangokwesela, nangokomenzi wobubi, nangokovelela izinto angatheni nazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makungabikho ke bani kuni uva ubunzima ngokombulali, nangokwesela, nangokomenzi wobubi, nangokovelela izinto ezimbi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nibandezeleka makungabi ngenxa yobugwinta, ukûba, ubuqili, okanye ukuphixanisa.