1 Peter 4:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba kuko ovayo intlungu njengokuba engum‐Kristu, makangadani; kodwa makadumise utixo kulendawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke ubani uva ubunzima ngokuba engumKristu, makangadani; makamzukise ke uThixo ngaloo ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke ubani uva ubunzima ngokuba engumKristu, makangadani; makamzukise ke uThixo ngenxa yoko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba umntu ubandezeleka kuba engumKrestu, makangabi nazintloni, koko makadumise uThixo ngenxa yelo gama.