1 Peter 4:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba olungileyo cebetshu uyasindiswa, yena ongabedeshiyo nomoni uya kubonakala pina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo ukuba nelungisa eli lisindiswa ngenkankulu, ongahloneli Thixo nongumoni woba phi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba ilungisa lisindiswa ngenkankulu, wobonakala phi na umntu ongahloneli Thixo nomoni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko *neziBhalo zisithi: “Nelungisa eli lisindiswa nzima. Kobeka phi ke kumqhankqalazi nomoni?”