1 Peter 4:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukupela kwezinto zonke sekukufupi: yenzani ngoko ngokutelekelela, niqabuke ngasemitandazweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ukuphela kwezinto zonke kusondele. Yibani nesidima ngoko, nibe nobungcathu, ukuba nithandaze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ukuphela kweento zonke kusondele. Yibani nobungcathu, niphaphamele ukuthandaza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuzo zonke izinto isiphelo sisemnyango. Ngoko ke hlalani nisezingqondweni, nikuqulele ukuthandaza.