1 Peter 4:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa pezu kwento zonke yibani notando olunyamekileyo omnye ngakwomnye: kuba utando luya kugubungela isininzi sezono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaphezu kweento zonke ke, yibani nothandano olunyamekileyo, ngokuba uthando luya kugubungela inkitha yezono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu kweento zonke ke yibani nothandano olunyamekileyo, ngokuba uthando luya kugubungela inkitha yezono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu koko ke hlalani nithandana, kuba kaloku uthando luyazingcwaba izono.