1 Peter 5:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iṙemente ese‐Babilone eqashiweyo kunye nani, iyanibulisa: kwa no‐Maraki unyana wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Liyanibulisa ibandla eliseBhabheli, elinyuliweyo kunye nani; noMarko unyana wam uyabulisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Liyanibulisa ibandla eliseBhabheli, elinyuliweyo kunye nani; ngokunjalo noMarcus unyana wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Liyabulisa ibandla eliseBhabheli, nalo linyuliwe nguThixo njengani. Uyanibulisa nonyana wam uMarko.