1 Peter 5:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sonke isitukutezi senu nisilahlele kuye nje, kuba enikatalela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lonke ixhala lenu liphoseni phezu kwakhe, ngokuba yena enikhathalele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
liphoseni kuye lonke ixhala lenu; ngokuba unikhathalele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ziphoseni kuye zonke iingxaki zenu; kaloku nguye onalusayo.