1 Samuel 1:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Hana ebeteta entliziyweni yake; umlomo wake ubushukuma kupela, ilizwi lake belingaviwa; ngako u‐Heli waba ungumnxilikazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yena uHana wayethethela entliziyweni yakhe, kubebezela imilebe yomlomo wakhe yodwa, ilizwi lakhe lingavakali; uEli waba uyanxila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAna wathetha entliziyweni yakhe; yayibebezela imilebe yodwa, ilizwi lakhe lingavakali; ke ngoko, uEli wacinga ukuba unxilile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayengavakalisi kuthetha uHana, kodwa yayibebezela yona imilebe. UEli wacinga ukuba uHana uyanxila,