1 Samuel 1:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Heli wati kuye: Kwoda kube ninina uya kwenza njengomnxilikazi? kwelelisa iveyine yako kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uEli kuye, Koda kube nini na unxila? Yisuse iwayini yakho kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uEli kuye, Koda kube nini na unxila? yisuse iwayini yakho kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi kuye: “Koda kube nini na unxila? Yahlukana notywala!”