1 Samuel 1:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wapendula u‐Hana, wati: Hai, nkosi yam! ndingumfazi ompefumlo unzima; andiselanga neveyine notywala; kodwa nditulule umpefumlo wam pambi kwoyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uHana, wathi, Hayi, nkosi yam, ndingumfazi omoya unobunzima, andiselanga wayini nasiselo sinxilisayo; ndiphalaza umphefumlo wam phambi koYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uAna, wathi, Hayi, nkosi yam, ungumfazi omoya unobunzima; Andiselanga wayini nasiselo sinxilisayo, kodwa ndawuphalaza umphefumlo wam phambi koYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Hayi, mhlekazi, andinxilanga,” waphendula watsho uHana. “Andikhange ndisele iwayini okanye utywala, nto nje ndibuhlungu kakhulu. Wena undibona ndibika intlungu yam kuNdikhoyo.