1 Samuel 1:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Isicakakazi sako masifumane ufefe emehlweni ako! Waza wahamba umfazi lowo ngendlela yake, wadla ke; kanjalo ubuso bake bebungasenjalo kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke yena, Umkhonzazana wakho lo makababalwe nguwe.Wahamba indlela yakhe umfazi lowo, wadla, ababa samatsha ubuso bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Umkhonzazana wakho makababalwe nguwe. Waya ke umfazi lowo, wadla, ababa saba lusizi ubuso bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHana yena wathi: “Akwaba isicakazana sakho singababalwa njalo.” Watsho ehamba, waya kutya, waxola.