1 Samuel 1:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yabinabafazi ababini; igama lomnye belingu‐Hana, negama lowesibini belingu‐Penina; waye u‐Penina wayenabantwana, kodwa u‐Hana wayengenabantwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yayinabafazi ababini; igama lomnye lalinguHana, igama lowesibini linguPenina; uPenina ke wayenabantwana, uHana yena engenabantwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yayinabafazi ababini; igama lomnye belinguAna, igama lomnye belinguPenina; yaye uPenina wayenabantwana, kodwa uHana wayengenabantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mfo wayenabafazi ababini, uHana noPenina. UPenina wayezala, kodwa uHana yena engafumani bantwana.