1 Samuel 1:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza baxe̔la inkatyana, bamzisa umntwana ku‐Heli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayixhela inkunzi entsha, bamsa umntwana kuEli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayixhela inkunzi entsha, bamsa umntwana kuEli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yakuba iwile inkunzi yenkomo, usana lwasiwa kuEli.