1 Samuel 1:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ke, nkosi yam! bomi bompefumlo wako, nkosi yam! ndingulamfazi owemayo ngakuwe apa, etandaza kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Camagu, nkosi yam! Uleli nje umphefumlo wakho, nkosi yam, ndingulaa mfazi wayemi kuwe apha, ethandaza kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Camagu, nkosi yam, lo gama usadla ubomi umphefumlo wakho, nkosi yam, ndingulaa mfazi wayemi nawe apha, ethandaza kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHana wathi kuEli: “Camagu, nkosi yam! Usaphila nje ulingqina lam lokuba ndingulaa mfazi wayemi apha ethandaza kuNdikhoyo.