1 Samuel 1:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako nam ndimbolekile uyehova; ngayo yonke imihla uya kubako ngayo wobolekwa uyehova. Waza umntwana wambedesha kona uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nam ndiya kumenza oceliweyo kuYehova; yonke imihla yokubakho kwakhe, woba ngoceliweyo kuYehova. Wamnqula khona uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenxa yoko le nto bendiboleka uYehova nam; yonke imihla yobomi bakhe, uya kunikezelwa kuYehova. Yaye wanqula uYehova kanye apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke ndimbuyisela kuNdikhoyo, kuba bonke ubomi bakhe bobalowo ucelwe kuNdikhoyo.” Emva koko ke uSamweli wakhonza uNdikhoyo apho eShilo.