1 Samuel 1:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngomhla u‐Lekana wabinga ngawo, wanika ku‐Penina umfazi wake, nakubo bonke onyana bake nentombi zake, izabelo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngemini awabingelela ngayo uElikana, wamnika uPenina umkakhe, noonyana bakhe bonke, neentombi zakhe, izabelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lafika ixesha likaElikana lokubingelela, wanika umkakhe uPenina, noonyana bakhe bonke, neentombi zakhe, izabelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayedla ngokuthi uElikana, ngomhla enze idini, akhuphe izabelo zikaPenina nezabantwana bakhe,