1 Samuel 1:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wati u‐Lekana, indoda yake, kuye: Hana! yinina ukuba ulile? yinina ukuba ungadli? yinina ukuba intliziyo yako inosizi? andilungile na kuwe ngapezu kwonyana abalishumi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uElikana umyeni wakhe kuye, Hana, ulilelani na? Yini na ukuba ungadli? Yini na ukuba ibe mbi intliziyo yakho?Andilungile na kuwe ngaphezu koonyana abalishumi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uElikana indoda yakhe kuye, Hana, uyalila na? Kutheni ungatyi nje? Yini na ukuba ibe mbi intliziyo yakho? Andilungile na kuwe ngaphezu koonyana abalishumi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuba njalo indoda yakhe uElikana yayisithi: “Hana, ulilela ntoni? Kutheni ungatyi nokutya oku? Ukhathazwa yintoni kakade, selude waziduba wadandatheka kangaka? Andixabisekanga na kuwe ngaphezu koonyana abalishumi?”