1 Samuel 10:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Samyali watabata igutyana leoli, wayigalela pezu kwentloko yake, wamanga, wati: Aku njalo na, ukuba uyehova ukutambisile ube yinkosi pezu kwelifa lake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USamuweli wathabatha igutyana leoli, wamgalela entloko, wamanga, wathi, Inene, uYehova ukuthambisile ukuba ube yinganga yelifa lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSamuweli wathabatha isigodlo seoli, wamgalela entloko, wamanga, wathi, Ndithe mna, uYehova ukuthambisile, ukuba ube yinganga yelifa lakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uSamweli urhole iqhaga elalinamafutha omnquma, wawagalela entloko kaSawule, wamanga, wathi: “Uyakuthambisa *uNdikhoyo ukuze ulawule abantu bakhe.