1 Samuel 10:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akuba egqibile ukuprofitesha, wafika endaweni epakamileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wagqiba ukuprofeta, waya esigangeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akugqiba ukuprofeta, wafika kwindawo ephakamileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi akuyeka ukushumayela uSawule, wenyuka waya endulini.