1 Samuel 10:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku uyisekazi ka‐Saule wati kuye nakuso isicaka sake: Nibe nisiya ngapina? Wayesiti: Saya kufuna amaqwaṙashekazi; nanxa besibona ukuba akako, saya seza ku‐Samyali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uyisekazi kaSawule kuye, nakumfana lowo, Beniye phi na? Wathi, Besifuna iimazi zamaesile; sakubona ukuba asizifumani, saya kuSamuweli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uRangwanaa uSawule kuye nakumfana lowo, Ubusiya phi na? Wathi, Sifuna iiesile; sathi sakubona ukuba abakho, saya kuSamuweli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyisekazi akumbona yena nesicaka sakhe, wathi: “Khawutsho; nivela phi?” “Besikhangela iidonki,” uphendule watsho uSawule. “Sithe ke sakungaziboni saya kuSamweli.”