1 Samuel 10:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Saule kuyisekazi wake: Wasixelela ekuhleni ukuba amaqwaṙashekazi selefunyenwe. Kodwa indawo yobukumkani, abetetile ngayo u‐Samyali, akayixela kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule kuyisekazi, Usixelele ukuba zifunyenwe iimazi zamaesile. Ke ngobukumkani, abethethe ngabo uSamuweli, akamxelelanga nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule kuyise, Usixelele ukuba zifunyenwe idizili. Kodwa akazange amxelele ngobukumkani awayethetha ngabo uSamuweli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Usixelele ukuba iidonki zifunyenwe.” NguSawule ke otshoyo; phofu akachaza nto kuyisekazi ngentetho kaSamweli ngombandela wokuba ngukumkani.