1 Samuel 10:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kulo usapo luka‐Sirayeli: Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Ndibanyusile o‐Sirayeli e‐Jipete, ndanihlangula esandleni sama‐Jipete, nasesandleni sokumkani bonke ababenibandezela:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
beza kuYehova eMizpa. Wathi koonyana bakaSirayeli, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ndawanyusa mna amaSirayeli eYiputa, ndanihlangula esandleni samaYiputa, nasesandleni sezikumkani zonke ezanixinayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi koonyana bakaSirayeli, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ndawakhupha amaSirayeli eYiputa, ndanihlangula esandleni samaYiputa, nasesandleni soorhulumente bonke, nasesandleni sabathwali abanitshutshisayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhekisa kubo wathi: “Utsho uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, ukuthi: ‘Ndim owakhupha amaSirayeli eJiputa, ndawahlangula kwingcinezelo yamaJiputa nezinye iikumkani.’