1 Samuel 10:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babuya babuza kuyehova, besiti: Londoda isaza kuza apa na? Waza uyehova wati: Nantsi izimele pakati kwempahla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babuya babuza kuYehova, bathi, Uselefikile na umntu? Wathi uYehova, Nanko ezimele yena phantsi kwempahla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenxa yoko le nto baqhubeka bebuza kuYehova enoba yayisaya kufika na apho loo ndoda. Wathi uYehova, Yabona, uzimele phakathi kwezinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza babuza kuNdikhoyo bathi: “Ngaba selefikile na?” UNdikhoyo wathi: “Ewe, nankuya ezimele phaya emva kwemithwalo.”