1 Samuel 10:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babaleka bamsusa kona: kekaloku nxa ibimi pakati kwabantu, wadlula bonke abantu ngobude kwa semagxalabeni ake nangapezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babaleka, bamthabatha apho. Wema phakathi kwabantu, wamde kubantu bonke, ethabathela emagxeni anyuse.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bagidima, bamthabatha khona; yaye xa wema phakathi kwabantu, wayemde kunabo bonke abantu ukususela egxalabeni ukusa phezulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akhawuleza aya kumrhola apho amadoda, amzisa ebantwini. Kwathi xa emi phakathi kwabo wavela ngentloko kubo bonke.