1 Samuel 10:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ayeya kubuza ukupila kwako, akunike izonka zibini: ezo wozitabata ezandleni zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okubuza ukuphila kwakho, akunike izonka ezibini;uzithabathe ezandleni zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kukubulisa bakunike izonka ezibini; oya kukwamkela ezandleni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo madoda aya kukubulisa, akunike izonka ezibini, oya kuthi wena uzithathe.