1 Samuel 10:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makuti, nxa lemiqondiso ize kuwe, yenza ngokufumana kwesandla sako: ngokuba utixo enawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa ithe yafika kuwe loo miqondiso, uzenzele njengoko siya kufumana ngako isandla sakho; ngokuba uThixo unawe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, xa ithe yabonakala kuwe le miqondiso, zenzele indawo efanelekileyo; ngokuba uThixo unawe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yakuba le miqondiso izalisekile uze wenze oko kusemandleni akho, kuba uThixo unawe.