1 Samuel 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abantu bati ku‐Samyali: Ngubanina obesiti: u‐Saule uya kupata ubukumkani pezu kwetu na? kupani amadoda lawo, siwafise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi abantu kuSamuweli, Ngoobanina abo babesithi, USawule uya kuba ngukumkani kuthi na? Waziseni loo madoda, siwabulale.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi abantu kuSamuweli, Ngubani na obesithi, uSawule uya kusilawula na? Wazise loo madoda, siwabulale.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko amadoda aya kuSamweli, afika athi: “Aphi laa madoda ayesithi: ‘Singaphathwa nguSawule na thina?’ Wakhuphe, siwacime igama!”