1 Samuel 11:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Saule: Akayi kufiswa mntu namhla nje; ngokuba namhla uyehova elwenzile usindiso kwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule, Makungabulawa mntu namhla; ngokuba namhla uYehova wenze usindiso kwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule, Makungabulawa mntu namhla; ngokuba uYehova uwahlangule namhla amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Akuyi kubulawa mntu namhlanje, kuba olu lusuku uNdikhoyo ahlangule ngalo uSirayeli,” watsho uSawule.