1 Samuel 12:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula uyehova watuma u‐Yerubebali, no‐Bedane, no‐Jefeta, no‐Samyali, wanisindisa esandleni sentshaba zenu ezingqongayo, nada nahlala ngokunqaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wathuma ooYerubhahali, noBhedan, noYifeta, noSamuweli, wanihlangula esandleni seentshaba zenu ngeenxa zonke, nahlala nonwabile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wathuma ooYerubhahali, noBhedan, noYafete, noSamuweli, wanihlangula esandleni seentshaba zenu ngeenxa zonke, nahlala ngoxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wathumela uGidiyon, noBharaki, noJefta, waza wagqibela ngam. Wanihlangula kwiintshaba zenu macala onke, nahlala ngenzolo.