1 Samuel 12:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba niya kumoyika uyehova, nimkonze, nipulapule ilizwi lake, ningavukeli ngakuwo umlomo kayehova, niya kwandul’ ukuti, kwa nani nokumkani opata ubukosi pezu kwenu, nimlandele uyehova, utixo wenu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anaba beniya kumoyika uYehova, nimkhonze, niliphulaphule ilizwi lakhe, ningawuphikisi umlomo kaYehova, nithane mbende noYehova uThixo wenu, nina nokumkani onilawulayo, ukuze kulunge.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithe namoyika uYehova, nimkhonze, naliphulaphula ilizwi lakhe, anawugwilika kuYehova uThixo wenu, nina nokumkani onilawulayo, nimlandele uYehova uThixo wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kuba hele, kube chosi, ukuba nje uNdikhoyo uThixo wenu niyamhlonela, nimkhonze, nimphulaphule, ningaphikisani nomyalelo wakhe, koko nimlandele nikunye nokumkani wenu onilawulayo.