1 Samuel 12:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Samyali wabiza kuyehova; waza uyehova wanika indudumo nemvula ngalomini; bati bonke abantu boyika kakulu uyehova no‐Samyali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USamuweli wanqula uYehova; waza uYehova wahlisa iindudumo nemvula ngaloo mini. Bonke abantu bamoyika kunene uYehova noSamuweli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSamuweli wanqula uYehova; yaye uYehova wathumela iindudumo nemvula ngaloo mini, yaye lonke uhlanga lwamoyika kakhulu uYehova noSamuweli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathandaza wabhekisa kuNdikhoyo ke uSamweli, kwaza kwangaloo mini kwafika iindudumo kunye nemvula, zithunyelwe nguNdikhoyo. Abantu ke ngoko bamoyika uNdikhoyo ngokunjalo noSamweli.