1 Samuel 12:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo bonke abantu bati ku‐Samyali: Tandazela izicaka zako kuyehova, utixo wako, ukuze singafi; ngokuba songezile kuzo zonke izono zetu lenkohlakalo yokuzicelela ukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi bonke abantu kuSamuweli, Bathandazele abakhonzi bakho kuYehova uThixo wakho, ukuze singafi; ngokuba ezonweni zethu songeze ububi bokubiza ukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi bonke abantu kuSamuweli, Bathandazele abakhonzi bakho kuYehova uThixo wakho, ukuze singafi; ngokuba songeze obu bubi ezonweni zethu zonke ngokuzicelela kwethu kukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke bathi kuSamweli: “Sithandazele kuNdikhoyo uThixo wakho, singafi, thina zicaka zakho. Kuzo zonke izono zethu ebesikade sizenza songeze nobu bubi bokuzicelela ukumkani.”