1 Samuel 12:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Samyali wati ebantwini: Ningoyiki; niyenzile kambe yonke lenkohlakalo; noko ke ningapambuki ekumlandeleni uyehova, kodwa konzani uyehova ngayo yonke intliziyo yenu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSamuweli ebantwini, Musani ukoyika. Nina nibenzile bonke obo bubi; noko ke musani ukutyeka ekumlandeleni uYehova;mkhonzeni uYehova ngentliziyo yenu yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSamuweli ebantwini, Musani ukoyika;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USamweli wathi: “Ze ningoyiki! Ewe kambe, naxa nenze bonke obu bubi, nize ningaphambuki nimke kuNdikhoyo, koko nize nimkhonze ngomxhelo uphela.