1 Samuel 12:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova engayi kulahla abantu bake, ngenxa yegama lake elikulu; ngokuba uyehova ebetanda ukunenza abantu bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe, ngenxa yegama lakhe elikhulu; ngokuba kwakholeka kuYehova ukunenza abantu bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba uYehova akayi kubafulathela abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu, ngenxa yokuba kwakholeka kuYehova ukunenza abantu bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yegama lakhe elikhulu uNdikhoyo akayi kubalahla abantu bakhe, kuba kwakholeka kuye ukunenza abantu bakhe ncakasana.