1 Samuel 12:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa yoyikani uyehova, nimkonze yena ngenyaniso ngayo yonke intliziyo yenu; ngokuba gqalani izinto ezingakanana azenzileyo kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa moyikeni uYehova, nimkhonze ngenyaniso, ngentliziyo yenu yonke; ngokuba kuboneni okukhulu anenzele khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Moyikeni uYehova nize nimkhonze ngokwenyaniso ngeentliziyo zenu zonke; ngokuba nizibonile izinto ezinkulu anenzele zona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uNdikhoyo nize nimthobele nimkhonze ninyanisekile ngomxhelo uphela. Kaloku nizibonile ukuba zinkulu kwazo izinto anenzele zona.