1 Samuel 12:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba nimana ukwenza inkohlakalo, niya kubujiswa, kwa nina nokumkani wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba niphikele ukwenza, nithe nenza okubi, nocinywa, nina kwanokumkani wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba nithe naqhubeka nenza ububi, nobhubha, nina nokumkani wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, ukuba niqhubela phambili ukwenza ububi, uya kunitshabalalisa kunye naloo kumkani wenu.”