1 Samuel 12:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo: Uyehova ulinqi̔na ngakuni, nomtanjiswa wake ulinqi̔na namhla nje, lokuba anifumananga nto esandleni sam. Bati: Ulinqi̔na.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, UYehova ulingqina ngani, nomthanjiswa wakhe ulingqina namhla, ukuba anifumananga nto sandleni sam. Bathi, Ulingqina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, uYehova ulingqina ngani, nomthanjiswa wakhe ulingqina namhla, ukuba anamkelanga nto esandleni sam. Baphendula bathi, Ndilingqina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke uSamweli: “UNdikhoyo nomthanjiswa wakhe ukumkani ngamangqina am ke ukuba kutsho nina ukuthi ndimsulwa.” “Ewe,” kutsho abantu, “nguNdikhoyo ingqina lethu.”