1 Samuel 13:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako o‐Sirayeli bonke behlela kuwo ama‐Filistiya, ukuba balole abanye ngabanye iskare zabo, namakuba abo, namazembe abo, nezitshetshe zepuluwa zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaSirayeli onke abesihla aye kumaFilisti, alole elowo isikhali sakhe, nesitshetshe sepuluwa yakhe, nezembe lakhe, negaba lakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ehla onke amaSirayeli aya kumaFilisti, elowo walola isahlulo sakhe, neentolo zakhe, nezembe lakhe, nomsimelelo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakufuneka amaSirayeli aye kumaFilistiya xa afuna ukulolelwa amakhuba namagaba, amazembe kunye neerhengqa zawo.